Testo Iimfama Ziyabona - Msaki
Testo della canzone Iimfama Ziyabona (Msaki), tratta dall'album Zaneliza: How the Water Moves
apho siyakhona
iimfama ziyabona
ngcambezela nawe
sodibana khona
ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
i hear what they say
qha mnandiz'thandela wena
sul'inyembezi
ugqubud'ixesha
apho siya khona akukhothwa manxeba
ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
between intando yakho
nothando lwakhe
oohhh...
ooh oh!×2
oohh weee oohh
said i love my friend lets go to the boarders
all is nearer now we'll run, tread the waters
im the one who knows
how beautiful you are
i hear what they say
but i loved you from the start...!
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
oohhh
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh... (mfama ziyabona ×2)
apho siyakhona
iimfama ziyabona
ngcambezela nawe
sodibana khona
ndakubona uphila ngaphakathi emfazweni
its between intando yakho
nothando lwakhe
said i love my love lets go to the boarders
all is nearer now we'll run, tread the waters
im the one who knows
how beautiful you are
i hear what they say
but i loved you from the start...
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhhh...
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
ooohhh... (mfama ziyabona ×2)
(End)
Credits
Writer(s): Asanda Msaki Mvana
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
Disclaimer:
i testi sono forniti da Musixmatch.
Per richieste di variazioni o rimozioni è possibile contattare
direttamente Musixmatch nel caso tu sia
un artista o
un publisher.