Testo Hlala Nam - Yallunder
Testo della canzone Hlala Nam (Yallunder), tratta dall'album Hlala Nam
Ubusuku buyabanda
Uma ungekho eduze kwam
Ingoma zam azinasingqi
Uma ungekho eduze kwam
Hlala nam ndiyacela
Nd'yakhululeka ma useduze kwam
Baby, hlala nam ndiyacela
Ndijabulile ma useduze kwam
Andihlaliseki
Andoneliseki
Uma ungekho eduze kwam
Mhm namakhaza azipha amandla
Andikwazi nokudla
Uma ungekho
Eduze kwam
Sondela hlala nam
Ooh ndiyak'cela hlala nam
Ndibambe njalo
Ndithande njalo
Ndibambe
Ndiphuze
Ndibuze
Ukub' usuku lwami belunjani
Hlala nam
Ooh ndiyacela
Ndiyakhululeka ma useduze kwam
Oh hlala nami
Hlala nami daddy yeah hey
Ndijabulile ma useduze kwam
Ooooh
Hlala nam
Ndiyakhululeka ma useduze kwam
Hlala nam
Hlala nam ng'yakcela
Yiba nam ng'yacela hlala nam
Ndiyakhululeka ma useduze kwam
Oh hlala nami daddy
Yiba nami baby yeah
Ngijabulile ma useduze kwam
Credits
Writer(s):
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
Disclaimer:
i testi sono forniti da Musixmatch.
Per richieste di variazioni o rimozioni è possibile contattare
direttamente Musixmatch nel caso tu sia
un artista o
un publisher.