Testo Nomanyange - Zonke

Testo della canzone Nomanyange (Zonke), tratta dall'album Give and Take - Live

Oh yeah
Yeah hey hey hey oh
Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye
Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye
Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam
Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
Babelapho bonke
Besithi kuye
Babelapho bonke bemkhalimela hayi
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa)
Ndimlo ndingomnye wabo (hey umama nimyeke woo)
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(La-la-la-la) hey umama nimyeke
Bambiza amagama
Bath'usisihelegu, bambiz'isihelegu
Wothwalwa ngubani na xa esenz'abantwana
Abangenaw' thwal'igama, abangenaw'thwal'usapho
She couldn't take it anymore
Not a day longer
Ain't nothing wrong with my babies
She said
I'll take them and I will leave
Oh hayi!
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi)
(Ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana?
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, uzozal'amantobazana
Uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana

Credits
Writer(s): Bruce Sebitlo, Zonke Dikana, Adrian Mupemhi
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link

Disclaimer: i testi sono forniti da Musixmatch.
Per richieste di variazioni o rimozioni è possibile contattare direttamente Musixmatch nel caso tu sia un artista o un publisher.

Elenco artisti

© 2026 Riproduzione riservata. Rockol.com S.r.l.
Policy uso immagini

Rockol

  • Utilizza solo immagini e fotografie rese disponibili a fini promozionali (“for press use”) da case discografiche, agenti di artisti e uffici stampa.
  • Usa le immagini per finalità di critica ed esercizio del diritto di cronaca, in modalità degradata conforme alle prescrizioni della legge sul diritto d'autore, utilizzate ad esclusivo corredo dei propri contenuti informativi.
  • Accetta solo fotografie non esclusive, destinate a utilizzo su testate e, in generale, quelle libere da diritti.
  • Pubblica immagini fotografiche dal vivo concesse in utilizzo da fotografi dei quali viene riportato il copyright.
  • È disponibile a corrispondere all'avente diritto un equo compenso in caso di pubblicazione di fotografie il cui autore sia, all'atto della pubblicazione, ignoto.

Segnalazioni

Vogliate segnalarci immediatamente la eventuali presenza di immagini non rientranti nelle fattispecie di cui sopra, per una nostra rapida valutazione e, ove confermato l’improprio utilizzo, per una immediata rimozione.